Yobhi 27:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Uya kulungisa, kodwa ngolilungisa oya kwambatha,+Yaye ngulowo umsulwa oya kuba nesabelo kwisilivere. IMizekeliso 13:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Olungileyo ushiyela oonyana boonyana ilifa, ubutyebi bomoni bugcinelwa ilungisa.+ INtshumayeli 2:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kuba umntu olungileyo phambi kwakhe+ umnike ubulumko, ukwazi nemihlali,+ kodwa umoni umnike umsebenzi wokuhlanganisa nokubuthela ndawonye ukuze nje kuphela anike lowo ulungileyo phambi koTHIXO oyinyaniso.+ Kwanako oku kungamampunge nokusukelana nomoya.+
17 Uya kulungisa, kodwa ngolilungisa oya kwambatha,+Yaye ngulowo umsulwa oya kuba nesabelo kwisilivere.
26 Kuba umntu olungileyo phambi kwakhe+ umnike ubulumko, ukwazi nemihlali,+ kodwa umoni umnike umsebenzi wokuhlanganisa nokubuthela ndawonye ukuze nje kuphela anike lowo ulungileyo phambi koTHIXO oyinyaniso.+ Kwanako oku kungamampunge nokusukelana nomoya.+