IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 31:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 “Bala inani lamaxhoba athinjiweyo, awabantu nawezilwanyana zasekhaya, wena noEleyazare umbingeleli neentloko zooyise bendibano.

  • Yoshuwa 8:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Yaye umele wenze kwiAyi nakukumkani wayo kanye njengoko wenzayo kwiYeriko nakukumkani wayo.+ Kuphela nje ninokuwaphanga wona amaxhoba ayo nezilwanyana zayo zasekhaya.+ Bekani abantu basilalele isixeko ngasemva.”+

  • Yobhi 27:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Uya kulungisa, kodwa ngolilungisa oya kwambatha,+

      Yaye ngulowo umsulwa oya kuba nesabelo kwisilivere.

  • IMizekeliso 13:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Olungileyo ushiyela oonyana boonyana ilifa, ubutyebi bomoni bugcinelwa ilungisa.+

  • INtshumayeli 2:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Kuba umntu olungileyo phambi kwakhe+ umnike ubulumko, ukwazi nemihlali,+ kodwa umoni umnike umsebenzi wokuhlanganisa nokubuthela ndawonye ukuze nje kuphela anike lowo ulungileyo phambi koTHIXO oyinyaniso.+ Kwanako oku kungamampunge nokusukelana nomoya.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share