Eksodus 23:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 “Ndiya kuzithumela phambi kwakho izothuso zam,+ ndibavusele isiphithiphithi bonke abantu oya kufika kubo, iintshaba zakho zonke ndizenze zikunikele umva.+ Numeri 34:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Bayalele oonyana bakaSirayeli, uthi kubo, ‘Ningena ezweni laseKanan.+ Lilo eli ilizwe eliya kuwela kuni njengelifa,+ ilizwe laseKanan ngokwemida yalo.+ Duteronomi 11:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 wozigxotha uYehova ezi ntlanga zonke phambi kwenu,+ yaye ngokuqinisekileyo niya kuwahlutha amazwe eentlanga ezinkulu nezininzi ngakumbi kunani.+
27 “Ndiya kuzithumela phambi kwakho izothuso zam,+ ndibavusele isiphithiphithi bonke abantu oya kufika kubo, iintshaba zakho zonke ndizenze zikunikele umva.+
2 “Bayalele oonyana bakaSirayeli, uthi kubo, ‘Ningena ezweni laseKanan.+ Lilo eli ilizwe eliya kuwela kuni njengelifa,+ ilizwe laseKanan ngokwemida yalo.+
23 wozigxotha uYehova ezi ntlanga zonke phambi kwenu,+ yaye ngokuqinisekileyo niya kuwahlutha amazwe eentlanga ezinkulu nezininzi ngakumbi kunani.+