IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 14:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Igama leHebron ngaphambi koko laliyiKiriyati-arbha+ ([kuthiwa uArbha]+ wayengumntu omkhulu phakathi kwama-Anakim). Yaye ilizwe alizange liphazanyiswe yimfazwe.+

  • Yoshuwa 21:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 Ngapha koko, uYehova wabanika ukuphumla+ entweni yonke, kuko konke awayekufungile+ kookhokho babo, kwaye akukho nalunye kwiintshaba zabo olwema phambi kwabo.+ UYehova wazinikela esandleni sabo zonke iintshaba zabo.+

  • Yoshuwa 23:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Kwathi kwiintsuku ezininzi emva kokuba uYehova emnikile uSirayeli ukuphumla+ ezintshabeni zakhe zonke macala onke, xa uYoshuwa wayesele emdala neentsuku zihambile kuye,+

  • INdumiso 29:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 UYehova uya kubanika amandla ngokwenene abantu bakhe.+

      UYehova uya kubasikelela ngoxolo abantu bakhe.+

  • IMizekeliso 16:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Xa uYehova ekholiswa ziindlela zomntu+ ubangela kwaiintshaba zakhe zibe seluxolweni naye.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share