Duteronomi 4:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Yaye wazi kakuhle ke namhlanje, kwaye umele ukhumbule entliziyweni yakho ukuba uYehova unguTHIXO oyinyaniso emazulwini phezulu nasemhlabeni phantsi.+ Akukho wumbi.+ 2 Kronike 20:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 wathi:+ “Owu Yehova THIXO wookhokho bethu,+ akungoThixo na emazulwini,+ asinguwe na olawula bonke ubukumkani beentlanga,+ akakho sesandleni sakho na amandla nokomelela, kungekho bani unokumelana nawe?+ INdumiso 83:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ukuze abantu bazi+ ukuba wena, ogama linguYehova,+Nguwe wedwa Oyena Uphakamileyo+ phezu komhlaba wonke.+ INdumiso 135:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yonk’ into uYehova ayoliswe kukuyenza uyenzile+Emazulwini nasemhlabeni, kwiilwandle nasemanzini onke anzongonzongo.+ Daniyeli 4:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto xa bethelekiswa naye,+ yaye wenza ngokokuthanda kwakhe kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba.+ Akukho namnye unokusithintela isandla sakhe+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+
39 Yaye wazi kakuhle ke namhlanje, kwaye umele ukhumbule entliziyweni yakho ukuba uYehova unguTHIXO oyinyaniso emazulwini phezulu nasemhlabeni phantsi.+ Akukho wumbi.+
6 wathi:+ “Owu Yehova THIXO wookhokho bethu,+ akungoThixo na emazulwini,+ asinguwe na olawula bonke ubukumkani beentlanga,+ akakho sesandleni sakho na amandla nokomelela, kungekho bani unokumelana nawe?+
18 Ukuze abantu bazi+ ukuba wena, ogama linguYehova,+Nguwe wedwa Oyena Uphakamileyo+ phezu komhlaba wonke.+
6 Yonk’ into uYehova ayoliswe kukuyenza uyenzile+Emazulwini nasemhlabeni, kwiilwandle nasemanzini onke anzongonzongo.+
35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto xa bethelekiswa naye,+ yaye wenza ngokokuthanda kwakhe kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba.+ Akukho namnye unokusithintela isandla sakhe+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+