1 Kronike 29:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ubutyebi+ nozuko+ zikho ngenxa yakho, yaye ulawula+ yonk’ into; esandleni sakho kukho amandla+ nokomelela,+ yaye esandleni sakho kukho amandla okwenza mkhulu+ nokunika amandla zonke izinto.+ INdumiso 62:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UThixo uthethile kwaba kanye, oku ndikuve kwaba kabini,+Ukuba amandla ngakaThixo.+ Isaya 14:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Siso eso isigqibo sikaYehova wemikhosi,+ yaye ngubani na onokusaphula?+ Isandla sakhe soluliwe, ngubani na onokusibuyisa?+ Isaya 40:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Khangela! Iintlanga zinjengethontsi e-emeleni; nanjengesuntswana lothuli ezikalini.+ Khangela! Uphakamisa iziqithi+ njengothuli nje olucolekileyo. Daniyeli 4:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto xa bethelekiswa naye,+ yaye wenza ngokokuthanda kwakhe kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba.+ Akukho namnye unokusithintela isandla sakhe+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+
12 Ubutyebi+ nozuko+ zikho ngenxa yakho, yaye ulawula+ yonk’ into; esandleni sakho kukho amandla+ nokomelela,+ yaye esandleni sakho kukho amandla okwenza mkhulu+ nokunika amandla zonke izinto.+
27 Siso eso isigqibo sikaYehova wemikhosi,+ yaye ngubani na onokusaphula?+ Isandla sakhe soluliwe, ngubani na onokusibuyisa?+
15 Khangela! Iintlanga zinjengethontsi e-emeleni; nanjengesuntswana lothuli ezikalini.+ Khangela! Uphakamisa iziqithi+ njengothuli nje olucolekileyo.
35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto xa bethelekiswa naye,+ yaye wenza ngokokuthanda kwakhe kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba.+ Akukho namnye unokusithintela isandla sakhe+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+