Duteronomi 4:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Yaye wazi kakuhle ke namhlanje, kwaye umele ukhumbule entliziyweni yakho ukuba uYehova unguTHIXO oyinyaniso emazulwini phezulu nasemhlabeni phantsi.+ Akukho wumbi.+ Yoshuwa 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Sathi sakukuva oko, iintliziyo zethu zaqalisa ukunyibilika,+ yaye akubangakho nabani na unabugagu ngenxa yenu,+ kuba uYehova uThixo wenu nguThixo emazulwini phezulu nasemhlabeni phantsi.+ 1 Kumkani 8:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 waza wahlabela mgama wathi: “Owu Yehova THIXO kaSirayeli,+ akukho Thixo unjengawe+ emazulwini phezulu okanye emhlabeni phantsi, ugcina umnqophiso nobubele bothando+ kubakhonzi bakho+ abahamba phambi kwakho ngentliziyo yabo yonke,+ Mateyu 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Ngoko ke, nina nize nithandaze ngale ndlela:+ “‘Bawo wethu osemazulwini, malingcwaliswe+ igama lakho.+
39 Yaye wazi kakuhle ke namhlanje, kwaye umele ukhumbule entliziyweni yakho ukuba uYehova unguTHIXO oyinyaniso emazulwini phezulu nasemhlabeni phantsi.+ Akukho wumbi.+
11 Sathi sakukuva oko, iintliziyo zethu zaqalisa ukunyibilika,+ yaye akubangakho nabani na unabugagu ngenxa yenu,+ kuba uYehova uThixo wenu nguThixo emazulwini phezulu nasemhlabeni phantsi.+
23 waza wahlabela mgama wathi: “Owu Yehova THIXO kaSirayeli,+ akukho Thixo unjengawe+ emazulwini phezulu okanye emhlabeni phantsi, ugcina umnqophiso nobubele bothando+ kubakhonzi bakho+ abahamba phambi kwakho ngentliziyo yabo yonke,+
9 “Ngoko ke, nina nize nithandaze ngale ndlela:+ “‘Bawo wethu osemazulwini, malingcwaliswe+ igama lakho.+