Duteronomi 29:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ekugqibeleni nafika kule ndawo, waza waphuma uSihon ukumkani waseHeshbhon+ no-Ogi+ ukumkani waseBhashan, basihlangabeza edabini, kodwa saboyisa.+ Yoshuwa 9:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 nako konke oko wakwenza kookumkani ababini bama-Amori ababengaphesheya kweYordan, uSihon+ ukumkani waseHeshbhon no-Ogi+ ukumkani waseBhashan, owayeseAshtaroti.+
7 Ekugqibeleni nafika kule ndawo, waza waphuma uSihon ukumkani waseHeshbhon+ no-Ogi+ ukumkani waseBhashan, basihlangabeza edabini, kodwa saboyisa.+
10 nako konke oko wakwenza kookumkani ababini bama-Amori ababengaphesheya kweYordan, uSihon+ ukumkani waseHeshbhon no-Ogi+ ukumkani waseBhashan, owayeseAshtaroti.+