Yoshuwa 10:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Benjenjalo baza babakhupha emqolombeni aba kumkani bahlanu babazisa kuye, ukumkani waseYerusalem,+ ukumkani waseHebron,+ ukumkani waseYarmuti, ukumkani waseLakishe,+ ukumkani wase-Eglon.+
23 Benjenjalo baza babakhupha emqolombeni aba kumkani bahlanu babazisa kuye, ukumkani waseYerusalem,+ ukumkani waseHebron,+ ukumkani waseYarmuti, ukumkani waseLakishe,+ ukumkani wase-Eglon.+