29 yaye ngakwicala loonyana bakaManase yayiyiBhete-sheyan+ needolophu eziphantsi kwayo, iTahanaki+ needolophu eziphantsi kwayo, iMegido+ needolophu eziphantsi kwayo iDore+ needolophu eziphantsi kwayo. Kuzo ezo kwahlala oonyana bakaYosefu+ unyana kaSirayeli.