IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 1:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Yaye uManase+ akazange ayidle ilifa iBhete-sheyan+ needolophu eziphantsi kwayo neTahanaki+ needolophu eziphantsi kwayo nabemi baseDore+ needolophu eziphantsi kwayo nabemi baseIbleyam+ needolophu eziphantsi kwayo nabemi baseMegido+ needolophu eziphantsi kwayo, kodwa amaKanan azingisa ekuhlaleni kweli lizwe.+

  • 1 Kumkani 9:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Yiyo le ingxelo engabo babhaliselwe ukusebenza ngokuqhutywa ngebhaxa+ abo uKumkani uSolomon wayebabizele ukuba baze kwakha indlu kaYehova+ nendlu yakhe neSiganga+ sodonga+ lwaseYerusalem neHatsore+ neMegido+ neGezere.+

  • 2 Kumkani 23:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Ngemihla yakhe uFaro Neko+ ukumkani waseYiputa weza kukumkani waseAsiriya ngakuMlambo umEfrate,+ yaye uKumkani uYosiya waya kumhlangabeza;+ kodwa kamsinya akumbona wambulalela+ eMegido.+

  • Zekariya 12:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngaloo mini siya kuba sikhulu isijwili eYerusalem, njengesijwili saseHadadrimon ethafeni lentlambo yaseMegido.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share