Duteronomi 28:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 “Ukuba uthe waliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho, wakunyamekela ukuyenza yonke imiyalelo yakhe endikuyalela yona namhlanje,+ ngokuqinisekileyo uYehova uThixo wakho uya kukuphakamisa ngaphezu kwazo zonke ezinye iintlanga zomhlaba.+
28 “Ukuba uthe waliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho, wakunyamekela ukuyenza yonke imiyalelo yakhe endikuyalela yona namhlanje,+ ngokuqinisekileyo uYehova uThixo wakho uya kukuphakamisa ngaphezu kwazo zonke ezinye iintlanga zomhlaba.+