ABagwebi 1:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 baza abalindi babona indoda iphuma esixekweni. Ngoko bathi kuyo: “Nceda, usibonise indlela engena esixekweni, kwaye ngokuqinisekileyo siya kukwenzela ububele.”+ 1 Samuweli 30:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wathi ke uDavide kuyo: “Uya kundisa na kula matutu?” Yathi yona: “Ndifungele+ ngoThixo ukuba akuyi kundibulala, nokuba akuyi kundinikezela esandleni senkosi yam,+ yaye ndiya kukusa kula matutu.” Mateyu 10:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Lowo wamkela umprofeti ngokuba engumprofeti uya kufumana umvuzo womprofeti,+ nalowo wamkela ilungisa ngokuba lililungisa uya kufumana umvuzo welungisa.+
24 baza abalindi babona indoda iphuma esixekweni. Ngoko bathi kuyo: “Nceda, usibonise indlela engena esixekweni, kwaye ngokuqinisekileyo siya kukwenzela ububele.”+
15 Wathi ke uDavide kuyo: “Uya kundisa na kula matutu?” Yathi yona: “Ndifungele+ ngoThixo ukuba akuyi kundibulala, nokuba akuyi kundinikezela esandleni senkosi yam,+ yaye ndiya kukusa kula matutu.”
41 Lowo wamkela umprofeti ngokuba engumprofeti uya kufumana umvuzo womprofeti,+ nalowo wamkela ilungisa ngokuba lililungisa uya kufumana umvuzo welungisa.+