Yoshuwa 15:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko uKalebhi wabagxotha apho oonyana baka-Anaki abathathu,+ abangaba, uSheshayi+ noAhiman noTalemayi,+ abo babezelwe nguAnaki.+ ABagwebi 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ekunikeni kwabo uKalebhi iHebron, kanye njengoko wayethembisile uMoses,+ ngoko wabagxotha apho oonyana abathathu baka-Anaki.+
14 Ngoko uKalebhi wabagxotha apho oonyana baka-Anaki abathathu,+ abangaba, uSheshayi+ noAhiman noTalemayi,+ abo babezelwe nguAnaki.+
20 Ekunikeni kwabo uKalebhi iHebron, kanye njengoko wayethembisile uMoses,+ ngoko wabagxotha apho oonyana abathathu baka-Anaki.+