Eksodus 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Wathi kuye: “Ngokuba ndiya kuba nawe,+ yaye nanku umqondiso wokuba ndim okuthumeleyo:+ Wakuba ubakhuphile abantu eYiputa, niya kumkhonza uTHIXO oyinyaniso kule ntaba.”+ Yoshuwa 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yaye uYehova wathi kuYoshuwa: “Namhlanje ndiya kukwenza ube mkhulu emehlweni kaSirayeli wonke,+ ukuze azi ukuba kanye njengoko ndaba noMoses+ nawe ndiya kuba nawe.+
12 Wathi kuye: “Ngokuba ndiya kuba nawe,+ yaye nanku umqondiso wokuba ndim okuthumeleyo:+ Wakuba ubakhuphile abantu eYiputa, niya kumkhonza uTHIXO oyinyaniso kule ntaba.”+
7 Yaye uYehova wathi kuYoshuwa: “Namhlanje ndiya kukwenza ube mkhulu emehlweni kaSirayeli wonke,+ ukuze azi ukuba kanye njengoko ndaba noMoses+ nawe ndiya kuba nawe.+