Duteronomi 31:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Wammisela ke uYoshuwa unyana kaNun+ wathi: “Yiba nesibindi, womelele,+ kuba nguwe oya kubangenisa oonyana bakaSirayeli ezweni endibafungele ngalo,+ yaye ndiya kuba nawe.” Yoshuwa 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Akukho bani uya kuma ngokuqinileyo phambi kwakho yonke imihla yobomi bakho.+ Kanye njengoko ndaba noMoses nawe ndiya kuba nawe.+ Andiyi kukulahla okanye ndikushiye ngokupheleleyo.+ Isaya 41:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Musa ukoyika, kuba ndinawe.+ Musa ukubhekabheka, kuba ndinguThixo wakho.+ Ndiza kukuqinisa.+ Ndiza kukunceda ngokwenene.+ Ndiza kukubamba nkqi ngokwenene ngesandla sam sasekunene+ sobulungisa.’+ Roma 8:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+ Filipi 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ezintweni zonke ndinamandla ngenxa yalowo undomelezayo.+
23 Wammisela ke uYoshuwa unyana kaNun+ wathi: “Yiba nesibindi, womelele,+ kuba nguwe oya kubangenisa oonyana bakaSirayeli ezweni endibafungele ngalo,+ yaye ndiya kuba nawe.”
5 Akukho bani uya kuma ngokuqinileyo phambi kwakho yonke imihla yobomi bakho.+ Kanye njengoko ndaba noMoses nawe ndiya kuba nawe.+ Andiyi kukulahla okanye ndikushiye ngokupheleleyo.+
10 Musa ukoyika, kuba ndinawe.+ Musa ukubhekabheka, kuba ndinguThixo wakho.+ Ndiza kukuqinisa.+ Ndiza kukunceda ngokwenene.+ Ndiza kukubamba nkqi ngokwenene ngesandla sam sasekunene+ sobulungisa.’+