IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 35:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Waba uyafa ke ngaloo ndlela uRakeli waza wangcwatywa endleleni yase-Efrata, oko kukuthi, eBhetelehem.+

  • ABagwebi 17:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ke kaloku kwakukho umfana waseBhetelehem+ kwaYuda wentsapho yakwaYuda, yaye wayengumLevi.+ Wayehlala apho okwexesha elithile.

  • Mika 5:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Nawe, Bhetelehem Efrata,+ wena umncinane gqitha ukuba ube phakathi kwamawaka akwaYuda,+ kuwe+ ndiya kuphunyelwa ngulowo uza kuba ngumlawuli wakwaSirayeli,+ omvelaphi yakhe isusela kumaxesha angaphambili, ukususela kwimihla yexesha elingenammiselo.+

  • Mateyu 2:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 ‘Nawe, Bhetelehem+ yelizwe lakwaYuda, akusiso nakanye esona sixeko singabalulekanga phakathi kweerhuluneli zakwaYuda; kuba kuwe kuya kuphuma lowo ulawulayo,+ oya kwalusa+ abantu bam, amaSirayeli.’”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share