IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 19:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ngoko indoda yalo yasuka yalilandela ukuze ithethe nalo ilithuthuzele ukuze ilibuyise; yaye yayihamba nomlindi wayo+ neenkunzi ezimbini zamaesile. Ngoko lamngenisa endlwini kayise. Akumbona uyise webhinqa elo liselula, kwaoko waba nemihlali ukuhlangana naye.

  • ABagwebi 19:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yasuka ke indoda+ ukuze ihambe, yona neshweshwe layo+ nomlindi wayo;+ kodwa umkhwe wayo, uyise webhinqa elo, wathi kuyo: “Khangela, ngoku! Imini ithambekele ekubeni kube ngokuhlwa. Ncedani, nilalise.+ Yabona kuyahlwa. Lalisa apha, nentliziyo yakho mayichwayite.+ Kwaye nimele nivuke ekuseni ngomso nilungiselele uhambo lwenu, nize niye ententeni yenu.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share