Eksodus 6:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 UEleyazare, unyana ka-Aron,+ wazithabathela enye yeentombi zikaPutiyeli yaba ngumfazi wakhe. Kamva yamzalela uFinehasi.+ Zizo ezo iintloko zooyise zabaLevi, ngokweentsapho zabo.+ Numeri 25:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wathi uFinehasi+ unyana kaEleyazare unyana ka-Aron umbingeleli akukubona oko, wasuka ngoko nangoko phakathi kwendibano wathabatha incula ngesandla sakhe. Yoshuwa 22:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Baza oonyana bakaSirayeli bathumela+ koonyana bakaRubhen nakoonyana bakaGadi nakwisiqingatha sesizwe sakwaManase kwilizwe laseGiliyadi uFinehasi+ unyana kaEleyazare umbingeleli, Yoshuwa 24:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 KwanoEleyazare, unyana ka-Aron wafa.+ Ngoko bamngcwaba kwiNduli kaFinehasi unyana wakhe,+ awayemnike yona kummandla weentaba wakwaEfrayim. INdumiso 106:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Xa uFinehasi wemayo waza wangenelela,+Ngoko isibetho samiswa.
25 UEleyazare, unyana ka-Aron,+ wazithabathela enye yeentombi zikaPutiyeli yaba ngumfazi wakhe. Kamva yamzalela uFinehasi.+ Zizo ezo iintloko zooyise zabaLevi, ngokweentsapho zabo.+
7 Wathi uFinehasi+ unyana kaEleyazare unyana ka-Aron umbingeleli akukubona oko, wasuka ngoko nangoko phakathi kwendibano wathabatha incula ngesandla sakhe.
13 Baza oonyana bakaSirayeli bathumela+ koonyana bakaRubhen nakoonyana bakaGadi nakwisiqingatha sesizwe sakwaManase kwilizwe laseGiliyadi uFinehasi+ unyana kaEleyazare umbingeleli,
33 KwanoEleyazare, unyana ka-Aron wafa.+ Ngoko bamngcwaba kwiNduli kaFinehasi unyana wakhe,+ awayemnike yona kummandla weentaba wakwaEfrayim.