2 Samuweli 5:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UDavide wabuza+ kuYehova, esithi: “Ndinyuke na nxamnye namaFilisti? Uya kuwanikela na esandleni sam?” Wathi uYehova kuDavide: “Nyuka, kuba nakanjani na ndiya kuwanikela amaFilisti esandleni sakho.”+
19 UDavide wabuza+ kuYehova, esithi: “Ndinyuke na nxamnye namaFilisti? Uya kuwanikela na esandleni sam?” Wathi uYehova kuDavide: “Nyuka, kuba nakanjani na ndiya kuwanikela amaFilisti esandleni sakho.”+