IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 27:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ke yena uya kuma phambi koEleyazare umbingeleli, aze ambuzele+ ngokugweba kweUrim+ phambi koYehova. Baya kuphuma ngokomyalelo wakhe baze bangene ngokomyalelo wakhe, yena noonyana bonke bakaSirayeli ndawonye naye nendibano yonke.”

  • 1 Samuweli 23:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Waza uDavide wabuza+ kuYehova, esithi: “Ndiye na, ndize ndiwaxabele la maFilisti?” Naye ke uYehova wathi kuDavide: “Yiya, uze uwaxabele amaFilisti uyisindise iKeyila.”

  • 2 Samuweli 2:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kwathi ke emva koko uDavide wabuza kuYehova,+ esithi: “Ndinyuke na ndiye kwesinye sezixeko zakwaYuda?” UYehova wathi kuye: “Nyuka.” Waza uDavide wahlabela mgama wathi: “Ndinyuke ndiye phi na?” Wathi ke yena: “EHebron.”+

  • 1 Kronike 14:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 UDavide wabuza kuThixo,+ esithi: “Ndinyuke na nxamnye namaFilisti, yaye uya kuwanikela na ngokuqinisekileyo esandleni sam?” Wathi uYehova kuye: “Nyuka, yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuwanikela esandleni sakho.”

  • IMizekeliso 3:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Uze umgqale yena ezindleleni zakho zonke,+ kwaye uya kuwenza uthi tye umendo wakho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share