ABagwebi 20:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngoko oonyana bakaBhenjamin bahlanganiswa ngaloo mini bephuma ezixekweni, amadoda angamawaka angamashumi amabini anesithandathu arhola ikrele,+ ngaphandle kwabemi baseGibheya, ekwakuhlanganiswe kuwo amadoda angamakhulu asixhenxe awayenyuliwe. ABagwebi 20:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Yaye uYehova wawoyisa amaBhenjamin+ phambi kwamaSirayeli, kangangokuba oonyana bakaSirayeli ngaloo mini batshabalalisa kwaBhenjamin amadoda angamashumi amabini anesihlanu amawaka nekhulu, onke la erhola ikrele.+
15 Ngoko oonyana bakaBhenjamin bahlanganiswa ngaloo mini bephuma ezixekweni, amadoda angamawaka angamashumi amabini anesithandathu arhola ikrele,+ ngaphandle kwabemi baseGibheya, ekwakuhlanganiswe kuwo amadoda angamakhulu asixhenxe awayenyuliwe.
35 Yaye uYehova wawoyisa amaBhenjamin+ phambi kwamaSirayeli, kangangokuba oonyana bakaSirayeli ngaloo mini batshabalalisa kwaBhenjamin amadoda angamashumi amabini anesihlanu amawaka nekhulu, onke la erhola ikrele.+