IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 26:41
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 41 Ngabo aba oonyana bakaBhenjamin+ ngokweentsapho zabo, yaye ababhaliswayo kubo baba ngamashumi amane anesihlanu amawaka anamakhulu mathandathu.+

  • ABagwebi 20:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Baza oonyana bakaBhenjamin bahlanganisana ndawonye eGibheya ngaphandle kwezixeko ukuba baye edabini nxamnye noonyana bakaSirayeli.

  • ABagwebi 20:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Ke kaloku uFinehasi+ unyana kaEleyazare, unyana ka-Aron, wayemi phambi kwayo ngaloo mihla,+ esithi: “Ndiphume na kwakhona ndiye edabini nxamnye noonyana bakaBhenjamin umzalwana wam okanye ndiyeke?”+ UYehova wathi: “Nyuka, ngenxa yokuba ngomso ndiya kumnikela esandleni sakho.”+

  • ABagwebi 20:48
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 48 Yaye amadoda akwaSirayeli abuya nxamnye noonyana bakaBhenjamin kwaye abaxabela ngohlangothi lwekrele abo basesixekweni, ukususela kumadoda kuse kwisilwanyana sasekhaya nakuko konke abakufumanayo.+ Zonke izixeko ezafunyanwayo bazitshisa ngomlilo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share