1 Samuweli 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kwaye iminyaka ngeminyaka loo ndoda yayinyuka ivela kwisixeko sakowayo ukuya kuqubuda+ nokubingelela kuYehova wemikhosi eShilo.+ Babengababingeleli bakaYehova+ apho ke oonyana bakaEli ababini, uHofeni noFinehasi.+ 1 Samuweli 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Xa abantu bafikayo enkampini amadoda amakhulu akwaSirayeli athi: “Kutheni ukuze uYehova asoyise namhlanje phambi kwamaFilisti?+ Masiyithabathele kuthi ityeya yomnqophiso kaYehova eseShilo,+ ukuze ibe phakathi kwethu ize ibe nokusisindisa entendeni yeentshaba zethu.” INdumiso 78:60 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 60 Yaye ekugqibeleni wawushiya umnquba waseShilo,+Intente awayehlala kuyo phakathi kwabantu basemhlabeni.+ Yeremiya 7:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “‘Noko ke, hambani, ngoku, niye endaweni yam eyayiseShilo,+ apho ndalihlalisa khona igama lam ekuqaleni,+ nize nibone oko ndakwenzayo kuyo ngenxa yobubi babantu bam amaSirayeli.+
3 Kwaye iminyaka ngeminyaka loo ndoda yayinyuka ivela kwisixeko sakowayo ukuya kuqubuda+ nokubingelela kuYehova wemikhosi eShilo.+ Babengababingeleli bakaYehova+ apho ke oonyana bakaEli ababini, uHofeni noFinehasi.+
3 Xa abantu bafikayo enkampini amadoda amakhulu akwaSirayeli athi: “Kutheni ukuze uYehova asoyise namhlanje phambi kwamaFilisti?+ Masiyithabathele kuthi ityeya yomnqophiso kaYehova eseShilo,+ ukuze ibe phakathi kwethu ize ibe nokusisindisa entendeni yeentshaba zethu.”
60 Yaye ekugqibeleni wawushiya umnquba waseShilo,+Intente awayehlala kuyo phakathi kwabantu basemhlabeni.+
12 “‘Noko ke, hambani, ngoku, niye endaweni yam eyayiseShilo,+ apho ndalihlalisa khona igama lam ekuqaleni,+ nize nibone oko ndakwenzayo kuyo ngenxa yobubi babantu bam amaSirayeli.+