Eksodus 23:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Mabangahlali ezweni lakho, kuba hleze bakwenze undone. Ukuba uthe wabakhonza oothixo babo, oko koba ngumgibe kuwe.”+ Numeri 33:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 “‘Kambe ke, ukuba anibagxothanga abemi belo lizwe phambi kwenu,+ ngoko abo nibashiyileyo baya kusuka ngokuqinisekileyo babe njengezinto ezihlabayo emehlweni enu nameva emacaleni enu, banibandezele ngenene ezweni eniya kube nihleli kulo.+
33 Mabangahlali ezweni lakho, kuba hleze bakwenze undone. Ukuba uthe wabakhonza oothixo babo, oko koba ngumgibe kuwe.”+
55 “‘Kambe ke, ukuba anibagxothanga abemi belo lizwe phambi kwenu,+ ngoko abo nibashiyileyo baya kusuka ngokuqinisekileyo babe njengezinto ezihlabayo emehlweni enu nameva emacaleni enu, banibandezele ngenene ezweni eniya kube nihleli kulo.+