Genesis 30:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Wathi ke uLeya: “UThixo uye wandipha, ewe, mna lo kanye, isipho esilungileyo. Ekugqibeleni indoda yam iya kundinyamezela,+ kuba ndiyizalele oonyana abathandathu.”+ Ngoko wamthiya igama elinguZebhulon.+ Genesis 35:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Oonyana bakaLeya yayilizibulo likaYakobi uRubhen+ noSimeyon noLevi noYuda noIsakare noZebhulon. Yoshuwa 19:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Iqashiso elilandelayo lesithathu+ laba leloonyana bakaZebhulon+ ngokweentsapho zabo, kwaye umda welifa labo waya kufikelela eSaridi.
20 Wathi ke uLeya: “UThixo uye wandipha, ewe, mna lo kanye, isipho esilungileyo. Ekugqibeleni indoda yam iya kundinyamezela,+ kuba ndiyizalele oonyana abathandathu.”+ Ngoko wamthiya igama elinguZebhulon.+
10 Iqashiso elilandelayo lesithathu+ laba leloonyana bakaZebhulon+ ngokweentsapho zabo, kwaye umda welifa labo waya kufikelela eSaridi.