Yoshuwa 15:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Koko uOteniyeli+ unyana kaKenazi,+ umntakwabo Kalebhi, wayithimba. Ngako oko wamnika uAkesa+ intombi yakhe ukuba ibe ngumfazi wakhe. ABagwebi 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kwaye oonyana bakaSirayeli bamemeza becela uncedo kuYehova.+ Waza uYehova wabavelisela umsindisi+ oonyana bakaSirayeli ukuze abasindise, uOteniyeli+ unyana kaKenazi,+ umninawa kaKalebhi.+
17 Koko uOteniyeli+ unyana kaKenazi,+ umntakwabo Kalebhi, wayithimba. Ngako oko wamnika uAkesa+ intombi yakhe ukuba ibe ngumfazi wakhe.
9 Kwaye oonyana bakaSirayeli bamemeza becela uncedo kuYehova.+ Waza uYehova wabavelisela umsindisi+ oonyana bakaSirayeli ukuze abasindise, uOteniyeli+ unyana kaKenazi,+ umninawa kaKalebhi.+