ABagwebi 2:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye xa uYehova wayebavelisela abagwebi,+ uYehova wayesiba nomgwebi lowo, yaye wayebahlangula kwisandla seentshaba zabo yonke imihla yomgwebi lowo; kuba uYehova wayezisola+ ngokugcuma kwabo ngenxa yabacinezeli babo+ nabo babebatyhalatyhala. ABagwebi 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kwaye oonyana bakaSirayeli bamemeza becela uncedo kuYehova.+ Waza uYehova wabavelisela umsindisi+ oonyana bakaSirayeli ukuze abasindise, uOteniyeli+ unyana kaKenazi,+ umninawa kaKalebhi.+ INdumiso 107:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Bamemeza kuYehova becela uncedo ekubandezelekeni kwabo;+Njengesiqhelo ke wabasindisa kwiingcinezelo ezaziphezu kwabo.+ INdumiso 145:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Uya kukwenza oko kunqwenelwa ngabo bamoyikayo,+Nokukhalela kwabo uncedo uya kukuva, yaye uya kubasindisa.+
18 Yaye xa uYehova wayebavelisela abagwebi,+ uYehova wayesiba nomgwebi lowo, yaye wayebahlangula kwisandla seentshaba zabo yonke imihla yomgwebi lowo; kuba uYehova wayezisola+ ngokugcuma kwabo ngenxa yabacinezeli babo+ nabo babebatyhalatyhala.
9 Kwaye oonyana bakaSirayeli bamemeza becela uncedo kuYehova.+ Waza uYehova wabavelisela umsindisi+ oonyana bakaSirayeli ukuze abasindise, uOteniyeli+ unyana kaKenazi,+ umninawa kaKalebhi.+
19 Bamemeza kuYehova becela uncedo ekubandezelekeni kwabo;+Njengesiqhelo ke wabasindisa kwiingcinezelo ezaziphezu kwabo.+
19 Uya kukwenza oko kunqwenelwa ngabo bamoyikayo,+Nokukhalela kwabo uncedo uya kukuva, yaye uya kubasindisa.+