Duteronomi 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Xa uthe waphuma waya kulwa idabi neentshaba zakho waza wabona amahashe neenqwelo zokulwa,+ isizwana esikhulu kunawe, uze ungasoyiki; ngokuba uYehova uThixo wakho unawe,+ owakukhuphayo ezweni laseYiputa.+ Yoshuwa 17:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Baza oonyana bakaYosefu bathi: “Ummandla weentaba awusanelanga, yaye kukho iinqwelo zokulwa+ ezinamarhengqa amakhulu entsimbi phakathi kwamaKanan onke ahlala kwilizwe lentili, kokubini lawo aseBhete-sheyan+ needolophu eziphantsi kwayo nalawo akwintili yaseYizereli.”+ ABagwebi 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye uYehova waqhubeka enoYuda, kangangokuba wawudla ilifa ummandla weentaba, kodwa akazange abahluthe ilizwe labo abemi ababesentilini, ngenxa yokuba babeneenqwelo zokulwa+ ezinamarhengqa amakhulu entsimbi.+
20 “Xa uthe waphuma waya kulwa idabi neentshaba zakho waza wabona amahashe neenqwelo zokulwa,+ isizwana esikhulu kunawe, uze ungasoyiki; ngokuba uYehova uThixo wakho unawe,+ owakukhuphayo ezweni laseYiputa.+
16 Baza oonyana bakaYosefu bathi: “Ummandla weentaba awusanelanga, yaye kukho iinqwelo zokulwa+ ezinamarhengqa amakhulu entsimbi phakathi kwamaKanan onke ahlala kwilizwe lentili, kokubini lawo aseBhete-sheyan+ needolophu eziphantsi kwayo nalawo akwintili yaseYizereli.”+
19 Yaye uYehova waqhubeka enoYuda, kangangokuba wawudla ilifa ummandla weentaba, kodwa akazange abahluthe ilizwe labo abemi ababesentilini, ngenxa yokuba babeneenqwelo zokulwa+ ezinamarhengqa amakhulu entsimbi.+