ABagwebi 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngemihla kaShamgare+ unyana ka-Anati,Ngemihla kaYaheli,+ kwakungahanjwa emendweni,Yaye abahambi beendlela babehamba ngomendo ojikelezayo.+ ABagwebi 5:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 UYaheli+ umfazi kaHebheri umKeni+ ngoyena uya kusikelelwa phakathi kwabafazi,Phakathi kwabafazi ententeni ngoyena uya kusikelelwa.+
6 Ngemihla kaShamgare+ unyana ka-Anati,Ngemihla kaYaheli,+ kwakungahanjwa emendweni,Yaye abahambi beendlela babehamba ngomendo ojikelezayo.+
24 UYaheli+ umfazi kaHebheri umKeni+ ngoyena uya kusikelelwa phakathi kwabafazi,Phakathi kwabafazi ententeni ngoyena uya kusikelelwa.+