ABagwebi 4:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ke yena uSisera,+ wasaba ngeenyawo waya kwintente kaYaheli+ umfazi kaHebheri umKeni,+ kuba kwakukho uxolo phakathi kukaYabhin ukumkani waseHatsore+ nendlu kaHebheri umKeni.
17 Ke yena uSisera,+ wasaba ngeenyawo waya kwintente kaYaheli+ umfazi kaHebheri umKeni,+ kuba kwakukho uxolo phakathi kukaYabhin ukumkani waseHatsore+ nendlu kaHebheri umKeni.