ABagwebi 4:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Waza wathi: “Ndiya kuhamba nawe. Ngokunjalo ke, udumo aluyi kuba lolwakho endleleni oyihambayo, kuba uYehova uya kumthengisa uSisera esandleni somfazi.”+ Ngoko uDebhora wasukuma waza wahamba noBharaki ukuya eKedeshe.+ ABagwebi 5:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Wathi folokohlo phakathi kweenyawo zakhe, wawa, walala phantsi;Wathi folokohlo phakathi kweenyawo zakhe, wawa;Apho wathi folokohlo khona, wawela apho woyiswa.+
9 Waza wathi: “Ndiya kuhamba nawe. Ngokunjalo ke, udumo aluyi kuba lolwakho endleleni oyihambayo, kuba uYehova uya kumthengisa uSisera esandleni somfazi.”+ Ngoko uDebhora wasukuma waza wahamba noBharaki ukuya eKedeshe.+
27 Wathi folokohlo phakathi kweenyawo zakhe, wawa, walala phantsi;Wathi folokohlo phakathi kweenyawo zakhe, wawa;Apho wathi folokohlo khona, wawela apho woyiswa.+