2 Samuweli 22:50 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 Ngenxa yoko ndiya kukubulela, Yehova, phakathi kweentlanga;+Negama lakho ndiliculele uncuthu lwengoma:+ INdumiso 7:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ndiya kumbonga uYehova ngenxa yobulungisa bakhe,+Yaye ndiya kulivumela uncuthu lwengoma igama+ likaYehova Oyena Uphakamileyo.+
50 Ngenxa yoko ndiya kukubulela, Yehova, phakathi kweentlanga;+Negama lakho ndiliculele uncuthu lwengoma:+
17 Ndiya kumbonga uYehova ngenxa yobulungisa bakhe,+Yaye ndiya kulivumela uncuthu lwengoma igama+ likaYehova Oyena Uphakamileyo.+