Duteronomi 32:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Chulumancani, zintlanga, kunye nabantu bakhe,+Ngokuba uya kuliphindezelela igazi labakhonzi bakhe,+Abuyisele impindezelo kwiintshaba zakhe+Awucamagushele umhlaba wakhe nabantu bakhe.” INdumiso 18:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 Ngenxa yoko ndiya kukubonga phakathi kweentlanga, Yehova,+Negama lakho ndiliculele uncuthu lwengoma.+ INdumiso 117:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 117 Dumisani uYehova, nonke nina zintlanga;+Mncomeni, nonke nina zizwana.+ Roma 15:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 nokuze iintlanga+ zimzukise uThixo ngenxa yenceba yakhe.+ Kunjengokuba kanye kubhaliwe kwathiwa: “Ngenxa yoko ndiya kukuvuma ekuhleni phakathi kweentlanga negama lakho ndiliculele uncuthu lwengoma.”+
43 Chulumancani, zintlanga, kunye nabantu bakhe,+Ngokuba uya kuliphindezelela igazi labakhonzi bakhe,+Abuyisele impindezelo kwiintshaba zakhe+Awucamagushele umhlaba wakhe nabantu bakhe.”
49 Ngenxa yoko ndiya kukubonga phakathi kweentlanga, Yehova,+Negama lakho ndiliculele uncuthu lwengoma.+
9 nokuze iintlanga+ zimzukise uThixo ngenxa yenceba yakhe.+ Kunjengokuba kanye kubhaliwe kwathiwa: “Ngenxa yoko ndiya kukuvuma ekuhleni phakathi kweentlanga negama lakho ndiliculele uncuthu lwengoma.”+