IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 14:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Waza ke uAbram wathi kukumkani waseSodom: “Ndiyasiphakamisa isandla sam ukuze ndifunge+ kuYehova ongOyena Thixo Uphakamileyo, uMvelisi wezulu nomhlaba,

  • INdumiso 83:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ukuze abantu bazi+ ukuba wena, ogama linguYehova,+

      Nguwe wedwa Oyena Uphakamileyo+ phezu komhlaba wonke.+

  • INdumiso 92:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Kodwa wena uphezulu ukusa kwixesha elingenammiselo, Yehova.+

  • Daniyeli 4:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Lowo ke ngummiselo wabalindi,+ nesicelo sabangcwele, ukuze abantu abaphilayo bazi ukuba Oyena Uphakamileyo unguMlawuli ebukumkanini babantu+ yaye ubunika lowo athanda ukumnika,+ nkqu noyena uphantsi ebantwini.”+

  • ISityhilelo 15:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ngubani na ongayi kukoyika ngokwenene wena,+ Yehova,+ aze azukise igama lakho,+ ngenxa yokuba inguwe wedwa onyanisekileyo?+ Kuba zonke iintlanga ziya kuza zinqule phambi kwakho,+ ngenxa yokuba imimiselo yakho yobulungisa ibonakalisiwe.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share