Eksodus 5:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Emva koko beza uMoses noAron baza bathi kuFaro:+ “Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Bandulule abantu bam ukuze babhiyozele umthendeleko wam entlango.’”+ Eksodus 20:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “NdinguYehova uThixo wakho,+ owakukhuphayo ezweni laseYiputa, endlwini yobukhoboka.+
5 Emva koko beza uMoses noAron baza bathi kuFaro:+ “Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Bandulule abantu bam ukuze babhiyozele umthendeleko wam entlango.’”+