Duteronomi 20:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuphela ngamabhinqa nabantwana abancinane+ nezilwanyana zasekhaya+ nento yonke ekweso sixeko, amaxhoba aso onke, oya kuziphangela wona;+ yaye uze uwadle amaxhoba eentshaba zakho, akunikileyo uYehova uThixo wakho.+ Duteronomi 21:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 wabona phakathi kwabathinjwa ibhinqa elihle ngembonakalo, wanamathela kulo,+ walithabatha laba ngumfazi wakho,
14 Kuphela ngamabhinqa nabantwana abancinane+ nezilwanyana zasekhaya+ nento yonke ekweso sixeko, amaxhoba aso onke, oya kuziphangela wona;+ yaye uze uwadle amaxhoba eentshaba zakho, akunikileyo uYehova uThixo wakho.+
11 wabona phakathi kwabathinjwa ibhinqa elihle ngembonakalo, wanamathela kulo,+ walithabatha laba ngumfazi wakho,