1 Samuweli 9:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Waphendula ke uSawule waza wathi: “AndingumBhenjamin na wesona sizwe sincinane+ kwezakwaSirayeli,+ nentsapho yakowethu eyona ingabalulekanga kuzo zonke iintsapho zesizwe sakwaBhenjamin?+ Ngoko kutheni na ukuba uthethe into enjengale kum?”+ Luka 14:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba wonk’ ubani oziphakamisayo uya kuthotywa nalowo uzithobayo uya kuphakanyiswa.”+ Filipi 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 ningenzi nanye into ngokusukuzana+ okanye ngokuzigwagwisa,+ kodwa ngokuthobeka kwengqondo, nibagqala abanye njengabongamileyo+ kunani,
21 Waphendula ke uSawule waza wathi: “AndingumBhenjamin na wesona sizwe sincinane+ kwezakwaSirayeli,+ nentsapho yakowethu eyona ingabalulekanga kuzo zonke iintsapho zesizwe sakwaBhenjamin?+ Ngoko kutheni na ukuba uthethe into enjengale kum?”+
3 ningenzi nanye into ngokusukuzana+ okanye ngokuzigwagwisa,+ kodwa ngokuthobeka kwengqondo, nibagqala abanye njengabongamileyo+ kunani,