1 Kumkani 18:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kwathi emini enkulu uEliya wahlekisa+ ngabo wathi: “Waphakamiseni amazwi enu, kuba unguthixo;+ kumele ukuba kukho umbandela azixhalabise ngawo, makube usazithuma.+ Okanye mhlawumbi ulele, kufanele avuke!”+
27 Kwathi emini enkulu uEliya wahlekisa+ ngabo wathi: “Waphakamiseni amazwi enu, kuba unguthixo;+ kumele ukuba kukho umbandela azixhalabise ngawo, makube usazithuma.+ Okanye mhlawumbi ulele, kufanele avuke!”+