INdumiso 121:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Khangela! Akayi kozela, engayi kulala,+Lowo ulinde uSirayeli.+ INdumiso 135:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Zineendlebe, kodwa aziva.+Akukho moya emlonyeni wazo.+ Isaya 40:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Akwazi na okanye akuvanga na?+ UYehova, uMdali weziphelo zomhlaba, unguThixo ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Akadinwa okanye atyhafe.+ Akugocagocwa ukuqonda kwakhe.+
28 Akwazi na okanye akuvanga na?+ UYehova, uMdali weziphelo zomhlaba, unguThixo ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Akadinwa okanye atyhafe.+ Akugocagocwa ukuqonda kwakhe.+