Yoshuwa 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngako oko uYoshuwa unyana kaNun wabiza ababingeleli+ waza wathi kubo: “Thabathani ityeya yomnqophiso,+ yaye ababingeleli abasixhenxe bafanele bathwale iimpondo ezisixhenxe zeenkunzi zegusha phambi kwetyeya+ kaYehova.” ABagwebi 7:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko awuthabatha umphako wabantu ezandleni zabo, nezigodlo zabo,+ yaye wawandulula onke amadoda akwaSirayeli ngamnye waya ekhayeni lakhe; wagcina amadoda angamakhulu amathathu. Ke yona inkampu yakwaMidiyan, yayisezantsi kwakhe entilini.+ ABagwebi 7:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Waza wawahlula amadoda angamakhulu amathathu angamabutho amathathu wabeka izigodlo+ ezandleni zawo onke neengqayi ezinkulu ezingenanto, nezikhuni zomlilo ngaphakathi kweengqayi ezinkulu.
6 Ngako oko uYoshuwa unyana kaNun wabiza ababingeleli+ waza wathi kubo: “Thabathani ityeya yomnqophiso,+ yaye ababingeleli abasixhenxe bafanele bathwale iimpondo ezisixhenxe zeenkunzi zegusha phambi kwetyeya+ kaYehova.”
8 Ngoko awuthabatha umphako wabantu ezandleni zabo, nezigodlo zabo,+ yaye wawandulula onke amadoda akwaSirayeli ngamnye waya ekhayeni lakhe; wagcina amadoda angamakhulu amathathu. Ke yona inkampu yakwaMidiyan, yayisezantsi kwakhe entilini.+
16 Waza wawahlula amadoda angamakhulu amathathu angamabutho amathathu wabeka izigodlo+ ezandleni zawo onke neengqayi ezinkulu ezingenanto, nezikhuni zomlilo ngaphakathi kweengqayi ezinkulu.