IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 14:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ngaloo ndlela uSawule nabo bonke abantu ababenaye babizwa.+ Ngoko beza edabini, yaye apho ikrele lomnye lalinxamnye nedlelane lakhe;+ uphanziso lwalulukhulu kakhulu.

  • 2 Kronike 20:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Oonyana baka-Amoni nabakaMowabhi bema nxamnye nabemi bommandla weentaba waseSehire+ babatshabalalisa baza bababhubhisa; yaye ngokukhawuleza nje bakuba begqibile ngabemi baseSehire bancedisana ngamnye etshabalalisa idlelane lakhe.+

  • Isaya 19:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Ndiza kuwaxhokonxa amaYiputa nxamnye namaYiputa, yaye ngokuqinisekileyo aya kulwa elowo nomntakwabo, elowo neqabane lakhe, isixeko nxamnye nesixeko, ubukumkani nxamnye nobukumkani.+

  • Hezekile 38:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 “‘Ndiza kumbizela ikrele kuwo wonke ummandla wam weentaba,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova.+ ‘Ikrele lakhe ngamnye liya kuba nxamnye nomntakwabo.+

  • Zekariya 14:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Kuya kuthi ngaloo mini sibe sikhulu phakathi kwabo isiphithiphithi esivela kuYehova;+ yaye okunene baya kubamba, ngamnye isandla seqabane lakhe, ibe isandla sakhe okunene siya kuphakamela isandla seqabane lakhe.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share