2 Kumkani 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ke kaloku uAtaliya+ unina ka-Ahaziya,+ wabona ukuba unyana wakhe ufile. Ngoko wasuka watshabalalisa yonke inzala yobukumkani.+ 2 Kronike 21:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wathi uYehoram akuphakama ebukumkanini bukayise wasiqinisa isikhundla sakhe, ngoko wababulala abantakwabo+ ngekrele kwanezinye iinkosana zakwaSirayeli.
11 Ke kaloku uAtaliya+ unina ka-Ahaziya,+ wabona ukuba unyana wakhe ufile. Ngoko wasuka watshabalalisa yonke inzala yobukumkani.+
4 Wathi uYehoram akuphakama ebukumkanini bukayise wasiqinisa isikhundla sakhe, ngoko wababulala abantakwabo+ ngekrele kwanezinye iinkosana zakwaSirayeli.