Genesis 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Emva koko uKayin wathi kuAbheli umntakwabo: [“Masiye endle.”] Kwathi ke ngoxa babesendle wasuka uKayin wamhlasela uAbheli umntakwabo waza wambulala.+ ABagwebi 9:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Emva koko waya endlwini kayise eOfra+ waza wababulala abantakwabo,+ oonyana bakaYerubhahali, amadoda angamashumi asixhenxe, elityeni elinye, kodwa uYotham unyana ongoyena mncinane kaYerubhahali wasala, ngenxa yokuba wazifihla.
8 Emva koko uKayin wathi kuAbheli umntakwabo: [“Masiye endle.”] Kwathi ke ngoxa babesendle wasuka uKayin wamhlasela uAbheli umntakwabo waza wambulala.+
5 Emva koko waya endlwini kayise eOfra+ waza wababulala abantakwabo,+ oonyana bakaYerubhahali, amadoda angamashumi asixhenxe, elityeni elinye, kodwa uYotham unyana ongoyena mncinane kaYerubhahali wasala, ngenxa yokuba wazifihla.