IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 9:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kamva bonke abanini-mhlaba bakwaShekem nayo yonke indlu kaMilo+ yahlanganisana ndawonye kwaye uAbhimeleki yamenza ukumkani,+ kufuphi nomthi omkhulu,+ intsika eyayikwaShekem.+

  • ABagwebi 9:45
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 Kwaye uAbhimeleki walwa nesixeko yonke loo mini waza wasithimba isixeko; wababulala abantu ababekuso,+ emva koko wasidiliza isixeko+ waza wasihlwayela ngetyuwa.+

  • ABagwebi 9:49
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 49 Ngoko bonke abantu bazigawulela ngamnye isebe baza balandela uAbhimeleki. Ngoko bawabeka ngakwigumbi eliphantsi komhlaba, baza batshisa ngawo igumbi eliphantsi komhlaba, kangangokuba bonke abantu benqaba yakwaShekem bafa nabo, malunga newaka lamadoda nabafazi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share