1 Samuweli 16:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Umoya kaYehova wemka+ kuSawule, waza wankwantyiswa ngumoya ombi+ ophuma kuYehova. 1 Kumkani 12:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaye ukumkani akazange abaphulaphule abantu,+ ngenxa yokuba imicimbi yaguquka ngokuphuma kuYehova,+ ukuze eneneni aliphumeze ilizwi+ elathethwa nguYehova ngoAhiya+ umShilo kuYerobhoham unyana kaNebhati.
15 Yaye ukumkani akazange abaphulaphule abantu,+ ngenxa yokuba imicimbi yaguquka ngokuphuma kuYehova,+ ukuze eneneni aliphumeze ilizwi+ elathethwa nguYehova ngoAhiya+ umShilo kuYerobhoham unyana kaNebhati.