IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 2:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Akavumanga uSihon ukumkani waseHeshbhon ukuba sidlule kuye, ngokuba uYehova uThixo wakho wawenza lukhuni umoya wakhe, wayenza lukhuni+ nentliziyo yakhe, ukuze amnikele esandleni sakho njengokuba kunjalo namhla.+

  • 2 Kronike 10:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Yaye ukumkani akazange abaphulaphule abantu; kuba ukuguquka kwemicimbi kwakuphuma kuTHIXO oyinyaniso+ ukuze uYehova aliphumeze ilizwi lakhe+ awayelithethe ngoAhiya+ umShilo+ kuYerobhoham unyana kaNebhati.+

  • 2 Kronike 22:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kodwa kwakuvela kuThixo+ ukuba ukuwa+ kuka-Ahaziya kwenzeke ngexesha lokuza kwakhe kuYehoram; yaye ekuzeni kwakhe, waphuma+ noYehoram baya kuYehu+ umzukulwana kaNimshi,+ awathi uYehova wamthambisa+ ukuba anqumle indlu ka-Ahabhi.+

  • INdumiso 5:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 UThixo uya kubagqala njengabanetyala ngokuqinisekileyo;+

      Baya kuwa ngenxa yecebo labo.+

      Ngobuninzi bokunxaxha kwabo mabasasazwe,+

      Ngenxa yokuba bakuvukele.+

  • IMizekeliso 21:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Intliziyo yokumkani injengomsinga wamanzi esandleni sikaYehova.+ Uyisa apho athanda ukuyisa khona.+

  • Amosi 3:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ukuba kuvuthelwa isigodlo esixekweni, abathi na nabantu bangcangcazele?+ Ukuba kubakho intlekele esixekweni, asingoYehova na othabathe inyathelo?

  • Roma 9:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ngoko, ke, kulowo anqwenela ukwenjenjalo kuye uba nenceba,+ kodwa lowo anqwenela njalo kuye uyamyeka abe neenkani.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share