ABagwebi 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Xa bakuxelayo oko kuYotham yena kwaoko wema phezulu kwiNtaba iGerizim+ yaye waliphakamisa ilizwi lakhe waza wamemeza wathi kubo: “Ndiphulaphuleni, nina banini-mhlaba bakwaShekem, ukuze uThixo aniphulaphule:
7 Xa bakuxelayo oko kuYotham yena kwaoko wema phezulu kwiNtaba iGerizim+ yaye waliphakamisa ilizwi lakhe waza wamemeza wathi kubo: “Ndiphulaphuleni, nina banini-mhlaba bakwaShekem, ukuze uThixo aniphulaphule: