INdumiso 115:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Zineendlebe, kodwa aziva.+Zinempumlo, kodwa azisezeli.+ Isaya 45:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Qokelelanani, nize.+ Sondelani ndawonye, nina babalekileyo ezintlangeni.+ Abo bathwala umthi womfanekiso wabo oqingqiweyo abanalwazi, ngokunjalo nabo bathandaza kuthixo ongenako ukusindisa.+ Isaya 46:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bamthwala emagxeni,+ bamfunqule baze bambeke endaweni yakhe ukuze eme ngxi. Kuloo ndawo ami kuyo akasuki.+ Umntu udanduluka kuye, kodwa akaphenduli; akamsindisi ekubandezelekeni kwakhe.+
20 “Qokelelanani, nize.+ Sondelani ndawonye, nina babalekileyo ezintlangeni.+ Abo bathwala umthi womfanekiso wabo oqingqiweyo abanalwazi, ngokunjalo nabo bathandaza kuthixo ongenako ukusindisa.+
7 Bamthwala emagxeni,+ bamfunqule baze bambeke endaweni yakhe ukuze eme ngxi. Kuloo ndawo ami kuyo akasuki.+ Umntu udanduluka kuye, kodwa akaphenduli; akamsindisi ekubandezelekeni kwakhe.+