IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 18:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Ngako oko balithabatha ithole lenkomo eliyinkunzi awayebanike lona. Balilungisa, baza baqhubeka bebiza egameni likaBhahali ukususela kusasa de kwayimini enkulu, besithi: “Owu Bhahali, siphendule!” Kodwa akuzange kubekho lizwi,+ yaye akuzange kubekho uphendulayo.+ Baqhubeka bexhentsa bejikeleza isibingelelo ababesenzile.

  • Isaya 42:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Bamele babuyiselwe emva, baya kuba neentloni kakhulu, abo bakholosa ngomfanekiso oqingqiweyo,+ abo bathi kumfanekiso otyhidiweyo: “Ningoothixo bethu.”+

  • Yeremiya 50:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Kuxeleni oku phakathi kweentlanga nize nikuvakalise.+ Phakamisani umqondiso;+ kupapasheni oku. Ningafihli nto. Yithini, ‘IBhabhiloni ithinjiwe.+ UBhele uhlazisiwe.+ UMerodaki uyankwantya. Imifanekiso yayo ihlazisiwe.+ Izithixo zayo ezinezothe ziyankwantya.’

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share